figshare
Browse
PREDAC 2019 Poster_IsiXhosa.pdf (1.23 MB)

PREDAC 2019 Poster: Storyboarding in class, IsiXhosa

Download (1.23 MB)
poster
posted on 2019-09-24, 10:56 authored by Bianke LoedolffBianke Loedolff, Malizukiswe V. Vacu, Nelisiwe Chonco, Grace Aguti, Craig Ehrenreich, Xiangcong A. Luo

Ubaliso bali ngokubhekisele kwimiboniso, yenye yezixhobo zokufunda enokuxhamlisa abafundi beenkalo zonke kumazinga emfundo ngokubanzi. Okukusetyenziswa kwemiboniso kunceda abafundi ukuze babone ubudlelwane phakathi kwezinto ezingundoqo ngokubhekiselene nesifundo eso. Utitshala kunye nabafundi bathatha inxaxheba kulomboniso ngokuthi baqhube iingxoxo kwigumbi lokufundela. Iimbhono ziye zibonakaliswe ngokucacileyo kulomboniso kwaye inxalenye yazo ingafaka (i) uhlaziyo lwesihloko kunye nentshayelelo ukuya kutsho kwimixholo engundoqo kwisihloko, (ii) iinjongo zokufunda, (iii)iindlela zokulungiselela isifundo ngabafundi phakathi nangaphandle kwegumbi lokufundela, (iv)imiceli mngeni kwisifundo, (v) ukuqonda komxholo wokufunda okuntsokothileyo. Emva koko abafundi basele becel’umngeni ekufumaneni umxholo okwinqanaba eliphambili phakathi kwiphazili yamagama, bachonge unxibelelwano phakathi kwamagama, kunye nokuphuhlisa umbuzo ongundoqo ngaphakathi komxholo. Ukubaliswa kwamabali ngokwemifanekiso egumbini lokufundela kunikeza abafundi ithuba lokuphuhlisa ukucinga nzulu kunye nobuchule bokucinga bokuyila kwaye kubonelela ngeqonga lokufunda elinxibelelanayo ukuze bakwazi ukunxulumanisa neenjongo zokufunda isifundo eso.

History

Usage metrics

    Licence

    Exports

    RefWorks
    BibTeX
    Ref. manager
    Endnote
    DataCite
    NLM
    DC